WANTED PERSON

Dear Khumbulikhaya
ndingu Phumeza Matose ndicela ukufuniswa umakazi wam onguNoncedo Silvia Nobhalana owayetshate noVuyani Nobhalana baze bohlukana phambi kokuba bohlukane wayemana efowuna exela indlela umyeni wakhe awayemphethe ngayo wayesemhlukumeza kwakungasemandanga wade umyeni wakhe wamhlaba ebusweni.waye waphinda wamane efowuna athi umyeni wakhe uyamgrhogrhisa kwi sms ayezibhalelwa ngumyeni wakhe esahlala eMosselbay de wabe uyahamba uyohlala eJeffrey’sBay nalapho wayengekayeki ukumbhalela wade wamfowunela esi uzakumbulala ngoba wayetshilo namhla babeyotshata ukuba bawukwahlulwa kukufa kuye uNOncedo unomntwana oyikwekwe Olothando ababini sasezilalini uAyabukwa Zenande kunye noMihlali ngoku akasafumane nasefounini awayekade efumaneka kuyo sekulithuba ngoku sikhathazeke kakhulu ingathi angafumaneka kuba nabantwana bakhe soloko bethetha ngaye “NONCEDO SICELA UBUYE SIYAKUTHANDA SIYAKUDINGA EMPILWENI ZETHU ‘

Leave a Reply