UKUFUNISWA UMAMA WAM

Igama lam ndinguZandile wakwaNyathi eBizana kwaNdunge.

Ndibhalela ukhumbulekhaya ngenjongo zokufuniswa umama wam. Igama lakhe nguMaMjwarha. Kuthiwa ukohlukana nomama wayeyile emsebenzini; xa ebuya andikho ndihambe nomakhulu wam ozala utata. Apho wayesebenza khona kuseShepstone ezibhananeni ehlala kwaSham enkomponi ngasesitolo eMhlangamkhulu. Igama lam ndandinguZanele walishintsha ukhulu wathi ndinguZandile. Utata wam kwakunguSukanempande; ukhulu kunguZiyaduma. Indawo ababehlala kuyo kwakukho utata uMasoli. Ukuba usabakhumbula abo bantu ndim ke lo usesithombeni. Inumber yam 073 819 9280.

Enkosi

Leave a Reply