Sifiso Sikhakhane

Hai Andile ndicela nindincedise ukufuna u Sfiso wakwa Skhakhane wayehlaka e Tembisa Ivory park 2 ndadukelana naye 2004 ndikhulelwe umntana wakhe ona 10yrs ngoku engamazi wayehlala kwasibali wakhe apho ingu tata u Mpanza engowase KZN yena andazi uba phi nendawo MNA ndise EC e Tsomo ndingavuya xa ndinondinceda enkosi 0717617409-0798025151 ndifumaneka apho

Leave a Reply