plz help looking for Douglass Mbewe

Molo Sis Andile and Khumbulekhaya team,
igama lam ndingu
Rebecca Mancam ndizalwa ngu Nombeko Mancam wasebhayi ndizalwa no Leornard Mancam No Patricia Mancam.
Ndicela ukuncedwa nindikhangelise utata wam ongu Douglas Mbewe-Khumbanyiwa wase Malawi okanye I family yakhe, u Brother wakhe omdala igama lakhe ngu Leonard Mbewe, O Sister bakhe ngu Rebecca Mbewe no Patricia Mbewe, umama ka Douglas Mbewe wayezalwa kwi Family yakwa Khumbanyiwa, badibana nomama wethu e Gauteng e Faraday Mine apho u Douglas wayesebenza khona njenge clerk,bahlukana nomama wethu kuba waye watshintshelwa eLimpopo ( faradai mine ngo 1968).
sis Andile ndiyarhalela ukumbona kunye ne family yakhe, nabazukulwana bakhe bayafuna ukumazi utatam.

ozithobileyo

Rebecca Mancam.
my contact details: 073 1433 028
work tel: 039 255 1429
my Mothers no. 0785689807
my Daughter’s No: 078 939 3350/ 078 852 5629
email : mancamwc@gmail.com

Leave a Reply