Ndilahlekelwe nguNtombekhaya Feni

Dear Khumbulikhaya ndinguNontsha Calana e Kapa. Ndalahlekelwa ngu Dadewethu u Ntombekhaya Feni. Wemka neBoy friend yakhe eyayisebenza kwa Blue Line Bus ngo 1983. Wagqityelwa ukubonwa kuCentane eTutura.
Ndingavuya ukuba uKhumbulekhaya angazama ukundixibelelanisa naye.

Leave a Reply