Ndifunisa ngoThembisile Arosi

Igama ndingu Nokonwaba Arosi ndanikisa ngomntana kumama katatakhe ongu Dineo Winkel, utata womntana yena ngu Motlatsi Winkel. Ndaye ndanikisa ngaye kumakhulu wakhe ngo 2003 ngenxa yeemeko. Kuthe kobangcono kum ebomini ndazama ukuxhulumana nabo ndabafumana ngokwe phone qha ke andafumana nyani efownini kubonakala ukuba akasafuni ndidibane naye umntana . Ngoku bendicela nabani na othe wanaolwazi okanye abe kanti uyakwazi ukundinceda,ancede aze ngaphambili.

Leave a Reply