Ndifunisa ngo Luvuyo , Thandeka Mfene

Dear Khumbule khaya
Ndingu Buzani Mfene osesithombeni , ohlala e Eastern Cape kwilali yaku Gaduka eMthatha. Ndicela ufuniswa ubhuti wam, owemka ekhaya ngo 1994 esiya eGoli kwindawo yase Mbalentle. Kuvakala ukuba nalapho e Mbalentle wahamba waya e Klere akazange aphinde abonakale ususela ngoko. Nanga amagama akhe Luvuyo , Morgan , Thandeka wakwa Mfene , uzalwa ngu Mzayiwa no Nomrharhazo.
Siyakundinga ekhaya .

One response to “Ndifunisa ngo Luvuyo , Thandeka Mfene

Leave a Reply