Ndicela ukufuniswa utata

Igama lam ndingu slindokuhle Slindile madinga ndizalelwe eHammarsdale bt ndakhulela Ematatiele. Cc ndicela nindifunise u tata endingawazi ogama linguFunokwakhe Mhlongo owayehlala eHammasdel kwilokish yayithiwa yiPumalanga esebenza efarmin kwakuthiwa y I Natal trade ey ayisenzima am a laphu amabisi abantwana utata kuthiwa way eza lele emkhomanzi . igama likamama ewayedume ngalo kwakuthiwa nguSlenda No kuzolunga Madinga ndiyacela uncedo cc ndiyamdinga lomntu empilweni yam. Ozithobileyo Slindile Madinga icell no yam ithi 0763095495 enye 0730348259

Leave a Reply