ndicela ukufuniswa u tata wam

Ndiyabulisa kwabakwa Khumbul’k haya igama lam ngu Babalwa Mcinga umMandlangisa, intombi yase Alice. Ndaze ndendela e Mount fr ere KwaMali,eMazangweni.Ndjcela nincede nindifunise u tata w am ogama lingu Mphithizeli Mayiyane yena owayezalelwe eDimbaza ngokuva Kwan ,kodwa k uthiwa waba ngumhlali waste Kapa.Tata andimazi ebusweni sele ndamlibala .ukumgqibela kwam ngathi ndandineminyaka elishumi.ndambona intsuku ezimbalwa ndakhe ndiyagqibela .Ngezontsuku Wayne bonwakalisa ukundithanda njengomntwana wake kodwa kwanyanzeleka u kuba ndingaphinde neither he naye kuba babengathandi u kuba ndibenaye Abantu basekhaya.Emvakweminyaka e-18 ndingasamboni utata umama waqala wacinga ngokundifunela i contacts zikatata wandinika.Ndamgounela i two days esithi usekapa, yalahleka ifoune yam ndakhe sabesiyagqibelana.Ingxaki kengoku kuyabhujwa ndakuzisola akubhubha ndingazange ndazane naye.Ncedani nindifunise yena

Leave a Reply