ndicela nindifunise umama wam

Igam lam nguZintle Gcwabe, originally from Eastern cape, ekatkop. Ndicela ninimdifunise umama wam owandishiy Ndina 2wks ndizelwe wandishiya kulo endinYe kulePic ongutata wam uMakhosandile Nicholas(bhuti Mshu) Gcwabe. Xa ndisiva ingathi umama wam ungowase Durban. Ingathi igama lakhe nguMaureen Zandile Dlamini. Utata wam akasekho emhlabeni, kodwa ingathi wayesebenza eThekwini ehlala eMlazi kulapho ke bazelana khona nomama wam. Ndiyamdinga kakhulu umama wam empilweni yam.
Ndifumaneka kulenumber 0767884384. Mama please apho ukhoyo ziveze madlamini, mna nabantwana bam siyakudinga kakhulu.

Leave a Reply