missing person

Dear khumbulikhaya sifunisa ngomzala wethu enguNandi Beauty Makaka
Owamnka ekhaya ebhofolo in the Eastern Cape ngoDecember 2011 esiya egoli.Kuvakala ngathi wayeseTembisa ehlala nomfana ongu Raymond Mulautsi benomntana ogama elinguManoo ingane iseliMpompo kuloyise wayo.Sizamile ukufumana contact zika Raymond sambuza uthi wamgqibela 2013 emshiya nosana esiya Tokoza.Ushiye abantwana bakhe ababini Milani kunye noBonolo nomama wakhe. Sicela umntu othe wabona to contact us siyakudinga ekhaya.

0736420818- PHINDIWE
0823957588- FEZEKA

One response to “missing person

Leave a Reply