Missing dad

Mholweni khumbulikaya ndicela nindikhangelise utata (lousesithombeni) ingama lakhe ngu Mziwonke sirhevu noni wasemarhubeni emphangana elibode wayhamalala ngo1985 eAlrbaton egoli uyakhunjula yintombi yakhe untombenkosi no nyana wakhe owamshiya engekazalwa, ongama linguAyanda buya sukude siyakhumbula

Leave a Reply