Missing Brother

Dear Andile

Ndingu Namhla Tokwe lo usesithombeni e Eastern Cape eMdantsane ndibhalela kwaKhumbul’ekhaya ndicela ufuniswa uBandile Tokwe owaziwa ngelika Malaxa ongu brother wam. U Bandile wazalwa nge 25 ka December 1968 waahamba eneminyaka eyi 6 kwiminyaka yo 1974/75 ehamba nosisi onguRina besiya eDurban, kuvakala ngathi ukwaMashu kwaDomdala e D Section kwa number 8085..

Ndifumaneka ku 0736185841 / 0739175860

Ozithobileyo
Namhla Tokwe

Leave a Reply