Mholo khulekhaya

Ndingu Ndwandwa waseswazini ndifunisa ngabantwana bakabhuti wam abazalelwa eRhawutini kodwa kulomama wabo kuseLeinfontien kwaMahlangu. Amagama wabo nguSiphiwe, Sifiso omnye andimazi kodwa bathathu. Iutata wabo ukhona nguJohane. MNA ndingu aunt wabo ndise eastern cape kucentane. Ndabagqibela ngo1992. Inumber zam Nazi 076 3560 776, 078 5279312
Enkosi

Leave a Reply