Looking my daddy

Ndicela kufuniswa tata endakhula ngapandle kwakhe. Sekwaze kwashona mama,kwakuvakala kuba wayehlala KZN eFingama ngonyaka ka 1990 kuvakala kuba waye ngowase PORT SHEPSTON eBhobhoy.Mna ndilapa EASTERN CAPE eLusikisiki namba yam0763239079

Leave a Reply