looking for the father of my wige

Unkosikazi wam,nguNomanhesi Ntuntwana uzalwa Lindiwe Ntuntwana,Wadibana noJohn Mathebula owayeze nhempangelo,bahlangene endaweni ekuthiwa yiSkingle Boss..Laye laphela ixesha lomsebenzi kuJohn wabuyela eLusuthu eshiua ngasemva umntwana onguNomanhesi Ntuntwana.unyaka kwakuphakathi ko 1968 no 1969..Siyamkhangela ke uJohn Mathebula nokuba yifamily yakhe ukuba akasaphili.

Leave a Reply