looking for thandiwe hezel mbita

Sifunisa ngo thandiwe Mbita..owemka kokwabo e cala ngonyaka ka 2005 engaxelanga kokwabo esingise e rhawutini..kwaviwa ngabamelwane..washiya abantwana abathathu..u siphokazi Mbita one 20yeminyaka..u live Mbita one 16,kunye no Mihlali Mbita ona13 yeminyaka..siyacela uncediswa simfumane ngoba abantwana bakhe bayamdinga ingakumbi lo ungumfana..Sava kuthiwa uhlala e pitoli e oliven..u mama wakhe no tatawakhe sweleke kulonyaka uphelileyo bobabini..siyacela abuyele ekhaya.

Leave a Reply