looking for my mom

Bendicela ukufuniswa ngo mama wam na bantwana base khaya .igama lika mama ngu Ntu Agnes Maqhiyani abantwana base khaya bona ngo Yoliswa.xolisa .Phumza bona ku vakala bese mthatha e Ngangelizwe ndiqhibele ukubona umama xabe ndine 8yrs old

One response to “looking for my mom

Leave a Reply