Looking for My Father

Igama lam ngu Thulile Yaphi. Ndihlala e Lusikisiki Ku Cabekwana. Igama lika mama wam ngu Nomonde Florence Yaphi. Ndicela kufuniswa utata wam endingamaziyo. Wayehlala e Shakaskraal ENkobongo ngabo 1995.
Ndiamdinga empilweni yam.

Leave a Reply