looking for my family

igama ndingu malehlonono grace Tsehloane ndifuna i family yakulo tatawam yakwa Liphapang e mpharane e Matatiele ndizalwa ngu Ntombozuko mtikitiki ongasekhoyo ndikhule ndizazi uba ndingowakwa Tsehloane kodwa ndade ndafumanisa uba ndizalwa ngu tata u Lebohang Liphapang ongasekhoyo ndingavuya uba ndingafumana ifamily yam ndiyazi imvelaphi yam ndikhule kabuhlungu kakhulu ndikhulela kwi shelters kungoku nje ndihamba ndihlala ubomi bam bumile khona izinto endidinga ukuzenzelwa zamasiko plz ndicela uncedo number yam ngu0621037563

Leave a Reply