Looking for my dad

Dear khumbulekhaya crew igama lami ngu sboniso Madidilane ngibhala lencwadi ndicela usizo.Bendicela nindincede ngokufuna utata wam.Utata ndamqhibela ngo 1997 edlamini e soweto.Igama lakhe ngu Linda Sbiya umama wathi ubuya empangeni/emthonjaneni.Apho ke unabantwana bathathu U sibusiso,nomusa and nkosinathi.ndicela umntu onolwazi ngaye noba izihlobo andincede enkosi

Leave a Reply