looking for my dad

Sis Andile ngicela ningifunise ubaba u zwelakhe Mazibuko wase Nquthu e Kzn. Umama wam ngu Vuyiswa Mtsolo wase King William s Town. Esisbini sahlanga e Naledi e JHb umama ehlala no sisi wakhe omdala u Doris. U baba wayeyi Taxi driver. Umama kwamele ayobeleka kowabo xa ebuya u baba besehambile sive kusithwa waba ne scrap yard eDundee. U mama wathi ngenxa ye politics zeloxesha undeni wakhe wangafuni nova ngo baba ngoba busithi uyinzule uyatsho futhi uba ubaba nogogo u Dora uba andiphazami bandinika igama lika Nomusa. Tata ndiyakuthanda.
Nonceba Mtsolo

Leave a Reply