Looking for my brothers

Ndabulisa.
Gama lam ngu sandra Juliao Zunguzehlala e mossambic but ngok ndiapha e S.A ndicela ufuniswa oobrother bam ababini u LUIS no FOSTINO ZUNGUZE abemka ekhaya ngo 1986 besiza e South Africa bezofuna umsbnzi zange baphinde babuyele ekhaya bafunwa ngu tata u Juliano Zunguze no mama Juanetta Zunguze base Mossambic ndingavuya ba ndinobafumana enkosi ozithobileyo ndim Sandra Zunguz
07303995724/0730507354

Leave a Reply