Looking for my Aunt

Ndicela nindifunise umakazi wam lo usefotweni uBuyiswa Mirriam Nqothole owalahleka ngo 2010 ngo June phambi kokuba kuqale iWorld Cup. Washiya abantwana bakhe abahlanu (5) kunye nodade wabo abathathu. Kumantombi amathathu ababini batshatile nonyan wakhe oliphelo ongu Sikho Nqothole uyimbethi manqindi (boxer) yodumo eyomela uMzantsi Afrika eCairo kwi Olympics kulo June. Singavuya silusapho nisifunele yena ukuze naye azonika inkxaso kunyana wakhe kuba yonke iOR Tambo iyamxhasa. Obebhala ngu Vuyokazi Gcali Madikane

Leave a Reply