looking for a father

Igama lam ndingu Andiswa Sogoni wase Flagistaff ndiza nguNontethelelo sogoni owayesaziwa ngokithi ungunomaKhwayiza okanye uBotsholo ongasekhoyo. Utata wam andimazi igama lakhe ndazi isibongo kuphela. Wayesebenza kwi construction eyayisakha umgwawo owawusuka emagusheni ukuya e flagistaff efolophini. Isibongo sakhe nguMtolo wayengowase Ntabankulu. Wayesebenza kulo contruction ngaboo 1986 ngoba ngunyaka endazalwa ngawo lowo.ndiyacela kukhumbulekhaya uba anfifunise yena okanye onolwazi ngabantu bakwaMtolo baseNtabankulu.

Leave a Reply