IN SEARCH OF MY LONG LOST UNCLE

Dear Khumbulekhaya

Ndingu Bongiwe Portia Tukula ndihlala eMthatha kodwa ndingowase Tsomo. Umalume wam uLindile David Tukula wemka ekhaya ndandingekazalwa mna kwakungo 1982 ukuhamba kwakhe eyokufuna umsebenzi ezimayini eFree State.

Umakhulu wam uthi wayephangela eWestern Deep Levels Mine nalapho wayekhe wayokumkroba khona kodwa wabuya nelize. Umntu wokugqibela othe ukhe wambona ngumakhelwane wethu eTsomo ose Welkom, uthi uyambona uLindile Tukula ezi taxini eVirginia. Xa abantu bemfanisa uye athi kutheni wonke umntu emfanisa no Lindile. Lindile David Tukula siyacela ukhumbule ekhaya asikwazi thina umfo wenu utata wakho wasweleka umfowenu uLulama odade bakho Nontuthuzelo, Nombulelo kunye no Pumla bonke abasekho kushiyeke abatshana bakho nomama wakho kuphela kowenu sicela silusapho lonke ukhumbule ekhaya.

Bongiwe Portia Tukula
072 775 7805 / 083 977 2947

okanye
Noluthando Charity Malati
079 700 5674

Leave a Reply