Im looking for my Father

Dear Khumbulekhaya

Igama lam ndingu Portia Tofolo ndihlala e Peddie address 1390 New rest Peddie extension. Ndazalwa ngo 1991-01-27. Ndicela ufuniswa utata wam andingamaziyp ingama lakhe ngu Zola Ngwenya udade wabo ngu Nwanisa Ngwenya u brother wakhe ngu Mzonke Ngwenya utata wakhe ngu Zwelinzima Ngwenya ikhaya lakhe lise Tsomo kodwa yena wehlala e Kapa e KTC ko W ehlala no mama wam. Ukwehlukana kwakhe no mama ndandineminyaka emihlanu ( 5years ) wehla umama wabuyela e Peddie kowabo yaba kukohlukana kwam naye zange ndiphinde ndive ngaye. Ingama likamama wam ngu Nokuzola Tofolo . Ndingavuyela uncendo lwenu kakhulu
Inumber yam ithi 083 3547 715

Enkosi
Portia Tofolo

Leave a Reply