im looking 4ma cuzins

Dear khumbul’ekhaya gama lam ndingu Thembisa Magadlela cela nindifunise abazala bam endaba gqibela ngo 2007.amagama wabo…ngu Thabile,Simphiwe no Njabulo siqale ukwazana ngo 2006 babeze no mama wabo ekhaya bt sithe sisonwabile kanjalo kwagula makaz wam ongumama wabo,ugulile makaz kwade kwacaba yoyisakala.umama wahamba yedwa uyemngcwaben ngenxa yemali,emven koko zange siphinde sibonane ne fwn no’s esasinazo ezisasebenzi.celu ndincede Andile badinga kakhulu,bahlala eclermont ethekwin.ndiyabulela!

Leave a Reply