I’m look for my father’s family

ndingu phumeza farisanani monakali ndihlala eastern cape east london ndifunusa ngotata wam ujoseph munene ongowase venda kindawo yase njerere owahlangana nomama wam egoli umama ezengomsebenzi singabantwana ababini singamantombazana sobabini yena ngu phumza takalani monakali singathanda ukuthi nisidibanisa naye okanye ifarmily yakhe utata zange sambona mna ndingoka 1985 udadewethu ngoka 1986 abe umama wethu ingu nontembiso talencia monakali east london mdantsane singavuya nisidibanise naye enkosi my number 0838742562 n my id number is 8501290729085

Leave a Reply