I am looking for my uncle

Molo sisi Andile ndingu Vuyokazi Booi wade Maclear Emdeni location ndifunisa ngomalume w am igama lathe ngu Sithembiso Lande okanke Booi ufunwa ngumakhulu w am ongumama wakhe igama lika makhulu ngu Mpukazi Lande Booi .uSithembiso well a notata ka makhulu uNkwantyele Lande abantwana Baal kwantyele nguJapane Lande Nongazi lunge Nonomvume wasesuka enqanqaru way a kusebenza eWelkom Samoa noSithembiso esemncinci nndicela uncedo onolwazi anganditsalela kwezi numbers 0790370225 /0746215746

Leave a Reply