Hi Khumbul’ekhaya. Igama lam ndingu Nolita Fipaza eDutywa, Eastern Cape

Ndifunisa ngomalume wam owemnka ngo 1979. Igama lakhe yayingu Jongamabhele Ncethani, kodwa ngoku sifumanise kwi ID yakhe ebifikele apha ekhaya uba ungu Thanduxolo/ Thandile Ncedani. Uyafunwa kakhulu ngumama ongu dade wabo , sekushiyeke bona bobabini kowabo.

One response to “Hi Khumbul’ekhaya. Igama lam ndingu Nolita Fipaza eDutywa, Eastern Cape

Leave a Reply