Ndifunisa ngomalume wam owemnka ngo 1979. Igama lakhe yayingu Jongamabhele Ncethani, kodwa ngoku sifumanise kwi ID yakhe ebifikele apha ekhaya uba ungu Thanduxolo/ Thandile Ncedani. Uyafunwa kakhulu ngumama ongu dade wabo , sekushiyeke bona bobabini kowabo.
Hi Khumbul’ekhaya. Igama lam ndingu Nolita Fipaza eDutywa, Eastern Cape
One response to “Hi Khumbul’ekhaya. Igama lam ndingu Nolita Fipaza eDutywa, Eastern Cape”
Leave a Reply
You must be logged in to post a comment.
Umalume wazalwa ngo 1950. udade wabo ngu Nomabhelu, no Dumile osele wasweleka. Umama wabo ngu Nontsabalala.