Help me to find my mother and my siblings

Igama lam ndingu zanele yaso ndihlala e welkom.bendicela ukufuniswa umama wam u Ntu Agnes Maqhiyane.kuvakala ese mthatha e ngangelizwe .since ndamqibela xa ndina 8yrs ngoku ndina 33 yrs old.abantwana base khaya bona omdala ngu yoliswa .xolisa.phumza .ndicela uncedo ngoba notata wam andimazi ndihleli apha e welkom kwa sister ka mama wam ngoba no sister bakhe baya mfuna u mama abamazi ukuba wayaphi pls sis andile ithemba lam likuni .nantsi i number yam.0782326400

Leave a Reply