Funisa Ngomnakwethu

Dear Andile
Igama lam ndingu Nowest Ratshana,Elasekhaya igama ngu Nombuyiselo Dyanoyi,Ndicela undikhangelele umnakwethu owandishiya eNgcobo ndise mncinci ndandineminyaka emithandathu kuphela.Igama lakhe ngu Bhushmane andikhathali nokuba akasaphili,Sendifuna oko kusa mathambo akhe,Wemka nomama wam ifani yaku lomama kukwa Maseko eFree State.

Leave a Reply