dear khumbulekhaya

Ndingu Ndwandwe Wase Swazini. Ndifunisa ngabantwana bakaBhuti abazalelwa eRhawutini kodwa kulomama wabo kuse Leinfontein kwaMahlangu. Amagama wabo nguSimphiwo,Sifiso omnye andimazi igama lakhe. Utata wabo ngu Johane useswazini MNA ndikuCentane eastern cape ndingu aunt wabo. Ndabagqibela NGO 1992 aba babini. Ino. Zam 076 3560 776 enye 078 5279 312. Enkosi Novusile mzoboshe

Leave a Reply