BHEKUMZI PATRIC MYEKO

Ndingu Nokuzola Myeko, eMtata kwilali yase Bhaziya, currently ndihla Delft Kapa, Ndifunisa ngobhuti wam ogama lingu Bhekumuzi Patric Myeko.Samgqibela ngonyaka ka 1998 ephangela apha eakapa. Saphinda seva ngamahamba nandlela kusithiwa uyabonwa Dutywa kwi lali ekuthiwa yi Ngxakaxha E Eastern cape ungusomashishini othile apho. Ndizamile ukuya kulo lali ndingena indlu nendlwana, ndancama.

Ndicela abuye eze ekhaya kuba akusekho kwa bazali abo nabantwakwabo abo abasekho. buya bhuti umzi uwodwa nguwe inkulu mtakatata sijonge kuwe.

Ndicela uncedo

Ozithobileyo

Nokuzola Myeko

Cell Nos 0739081475/0733650077

One response to “BHEKUMZI PATRIC MYEKO

Leave a Reply