Am Looking my father

Dear Khumbul’ekhaya ….Igama lam ndingu Asive Nongamso Nogqala ndizalwa ngumama Lindiwe Cicilia Nogqala ongasekho owasweleka ngo2002 ngo January yena wazalwa ngo 77 kuCentane……. Khumbul’ekhaya bendicela nindifunise utata wam kuthiwa ngu Bonisile Damse kuthiwa ngowase Libode but ilali ypna ayaziwa #enkosi#

Leave a Reply