SYLVIA MISIWE MATYIPU/NIKIWE BEAUTY MATYIPU

Ndifunisa ngodade wethu owahamba ekhaya phaya ku 1976 kude kube namhlanje.Wahamba waya ngase port shepson eKZN ehamba namanye amantombazana katatomncinci.Ndiyacela kukhumbulékhaya andnicede.Abazali bethu utata no mama kudala basweleka,mna ndingu bhuti wakhe uMasakane Howard Matyipu.Wazitshintsha igama wathi ungu Nikiwe Beauty Matyipu.Ekhaya kuku Centane kwilali yase Teko Kona entabezulu.Wahamba sisa sebenzisa iReference Book ngoko.Enkosi nindincede please noxa selilide ixesha.Bye.

Leave a Reply