siyabulela Peter madolo

Usiyabulela Peter madolo, walahleka ngo 2009, wayehlala e Ronderbelt e Springs, umsebenzi wakhe kukwakha izindlu. Ababehlala naye bathi wapuma eyobukela ibhola zange aphinde abonakale tuuu. kunzima kwelikhaya ngoba nguye obebeka isonka etafileni. Abantakwabo ngu bulelwa, u bhabha, ubukiwe nonompuku. MADIBA KHUMBULEKAYAKHAYA, . ino yam 0737183395 / 0787526909

Leave a Reply