Fezibhongo Mbhodla

Hi Khumbulekhaya,

Mina ngingu Mildred Miselwa Ncambe ngazalwa ngonyaka ka 1988 April 29

Ngicela ningifunise utata wami uFezibhongo Cosmos Mbhodla, owadibana momama wami ongu Esther Nobomvu Ncambe ecaweni yaseMethodist Church e Durban Deep, Utata yena wayesebenza e mine yase Durban Deep eRoodepoort.

Umama uthi wamqibela ngonyaka ka 1989 ezenonyana wakhe.
Oodade baka tata bagqityelwa eSoweto 1988 ngo September.
Ndingavuya xa ndinokumbona khumbulekhaya, abuye azobona abazukulwana bakhe ababini u Kutlwano kunye noNovuyisile ndiyamndinga nyani kakhulu buya tatandiyakuthanda.

Noma ubuhambele ntoni, andifunukwazi ndifuna ukwazi abantu basekhaya nemvelaphi yami qha.

Okanye ndingavuya name njenga banye abantwana ngoba uthando ndisalidinga kakhulu.

Ingathi ngingamfumana esaphila utata. Contact Details 083 671 5883

Leave a Reply