Nninkie Bewana

Lona usesithombeni ufuna udade wabo obizwa ngoNninkie Bewana owazalelwa kumhlaba ease Lady Grey Eastern cape ozalwa ngunongeTheni kunye noPhikelelo lona walahleka NGO nyaka ka1992 ngoxa lona umfunayo yena wayeneminyaka emine sendineminyaka 27 ngoku ndiyathemba ukuba ndakumfumana udade wethu noxa umama yena usandulelayo kulomhlaba ufunwa ngudade wabo obizwa YANDISWA BIVA KODWA YENA WAYENDIBIZA NGO CEDUCEDU MNA NDELAMA YENA NDINQWENELA NGASE NDIMFUMANE NJE UKUBONA UBUSO BUKADADE WETHU

Leave a Reply