Bonginkosi

Ndingu Mildred Mhlaba nomzukulwana wam uMandlenkosi esihlala kwilokishi iKayamandi kwisitalato i Bassie Street eStellenbosch sifunisa ngoBonginkosi owayegqityelwe ehlala eRhawutini eJabulani eSoweto, owayesebenza evenkileni yakwa Dlamini eyakulo mama wakhe ebhalwe “Dlamini” engumtshana wakhona.
Ndingu Mandlenkosi lo osefotweni kunye ne family siyamdinga kungakumbi sendalahlekelwa ngumama wam Noxolo Mhlaba ngonyaka ka 2003.

Ozithobileyo

Mildred Mhlaba (Umakhulu ka Mandlenkosi)
Kunye no Mandlenkosi Mhlaba unyana ka Bonginkosi.

Leave a Reply