ndicela ukufuniswa umama wam uZandile Maurreen Dlamini

Igama lam nguZintle Gcwabe, ndicela nindifunise umama owayethandana nalotata endinaye kwipic. Igama likatata yayinguMakhosandile Nicholas Dlamini. Umama ke yena kuthiwa nguZandile Maureen Dlamini. Ndicinga ukuba wayehlala eMlazi utata kodwa esebenza kwaTransnet ephuma eEastern Cape. Umama wandizala ngoJanuary 1986, 26. But wandishiya kutata soon after birth ndina 2wks old.
Mama ndiyakudinga empilweni yam please MaDlamini.

Leave a Reply