ndifunisa ngo mama kamzala wam

Ndingu lungiswa Matyam umzala ka Sandiswa Ngqoba. Sandiswa washiwa ngu mama wakhe kumakhulu wam eBhayi e Motherwell ngo 1998, mna ndandimcinci ngoko andisakhumbuli igama lakhe. kuthiwa bahlala e wholmer kwa se Bhayi. Sicela nabani ono sinceda, uSandiswa kufuneka efote i ID. Uyasokola kakhulu ngento yonke. Ngoku sihlala e Cape Town. Utata wakhe ngu Sandile Ngqoba, ongasekhoyo ngoku. Inumber yam ngu 083 6852768.

Leave a Reply