Ndifunisa ngo Tata

I gama lam ndingu Thandile Nojoko,ndifunisa ngo Tata wam Ogama lingu uEric ifani ingu Lungile, Owasemqanduli ngokuhlala,Esalahleka naye ngo 1990,Wayesebenza eSouth Roodeport mines.

Ndicela uncedolweni kakhulu ngoba utata wam andimazi wahamba ndisemncinci kakhulu.Izinto zam asihambi kakuhle.

Ngokuhlala mna ndise Cape town,Stellenbosch hlala nomama wam apha.

Leave a Reply