Ndifunisa ngotata wam igama lakhe BUBELE DONALD JOLOBE

Ndicela nindifunise u Tata wam ongu Bubele Donald Jolobe (nik name Botsotso ) waye siStudent e Ngcolosi St Cuthberts kutsolo ehlala kwa Matshanda .Umama wakhe ngu LIndiwe Mboniswa & no sisi Nonqaba Jolobe , Bubele wayesuka e Orlando East Soweto Jozi uthi umama wam babonana eskolweni eNgcolosi then wa pregnant mna after that zange baphinde babonane ngenxa yemeko ezithile ne long Distance kudala ezama ukumfuna umama wam ngoku ndithi mandizame ngokwam kuba ndiyafuna ukumbona ndimdala ngoku 30years kunye ne Family yakhe umama wam ngu Lulama . Mna ndingu Hlomela

ndingavuya kakhulu if ninondinceda ukundifunisa yena BUBELE DONALD JOLOBE
CONTACT ME : 073 839 2858
073 454 0096

Leave a Reply