ndifuna uMama wam uThozama ufunywa nguYandiswa Funani

Ndibhalela ekhumbulekhaya ndicela bandifunise uMama wam uThozama Iowa intombi yaseKowa idolopu,Abantwana bakhe yayingu 1.Noludwe Funani firstborn
2. Yandiswa Funani secondborn
3.Noxolo Funani lastborn
Umyeni kamama ongasekhoyo uMcedisi Tacious Funani onzalelwana yakhe iseEastern cape kuGatyana. Sasihlala sonke eGoli eThokoza,Kwingxabano yabo eyakhokhelela ekubeni mna Yandiswa no Noludwe sithathwe nguMcedisi utata wethu wasala uNoxolo nomama wethu uThozama
SIYACELA KUNI KHUMBULEKHAYA NISIFUNISE UMAMA WETHU UTHOZAMA UFUNWA NGABANTWANA BAKHE UNOLUDWE NOYANDISWA BAKWA FUNANI

One response to “ndifuna uMama wam uThozama ufunywa nguYandiswa Funani

  1. Umthandazo wam wemihla ngemihla wokuba ngase iKhumbulekhaya imfumane uMama kamamam cz ngoku uhlala atsho athi yena akanabani, Akana Mama aka Tata akana Dade wabo bonke abasekho so ithembalakhe likwi Khumbulekhaya ba imkhangelise uMama wakhe uThozama kunye nosisi wakhe omncici uNoxolo Funani.
    #too painfull

Leave a Reply