ndicela ufuniswa usisi wam uNongahambi Thobeka Xelelo

Dear khumbul’ekhaya igama lam ndingu Ntombebomvu Xelelo wase Ngcobo kwilali yaseLucwecwe emagebeni, ndibhala le ncwadi kuba ndicela ufuniswa udade wethu uNongahambi Thobeka Xelelo esemgqqibela ukumbona ngonyaka ka-1998 eyofuna umsebenzi e-Germiston.wahamba eshiya abantwana bakhe ababini amantombazana uNomzamo kunye no-Yonela bobabini ngaba kwa Xelelo.Siyakukhumbula mntakamama sinabantwana bakho.

Ozithobileyo
Ntombebomvu Xelelo(0739390284/0714465091 Enkosi)

Leave a Reply