Ndicela ufuniswa udade wethu uNongahambi Thobeka Xelelo

Dear khumbule khaya igama lam ndingu No-end matomane ndingowase Ngcobo Elucwecwe.Ndibhala lencwadi kuba ndicela ukufuniswa usisi wam uNongahambi Thobeka Xelelo nobeye ngamanye amaxesha azibize ngokuba ungu Mandungwana naye ngowase Ngcobo Elucwecwe.Uhambe ngonyaka ka-1998 esiya eGermiston eyofuna umsebenzi zange aphinde abuye tu ekhaya.

Leave a Reply