ndicela nindifunise umntana ka sister wam lo usesithombeni

Dear khumbul’ekhaya ndicela nindifunise umntanaka sisi wam wamshiyaku tsolo ngo 2007. Igamalomntana ingun Sange or ndange nqezo wazalwa 03/01/2007. Akafuni uthethangaye umamakhe ubawamshiyakubani igamalakasisi wam ngu Zanele.plz ningayifundi e tv angandibulala. Ndicela nimzise aphakuxanimfumeni. Enkosi

Leave a Reply